TAAC Statement of Intent (isiXhosa)

Tokologo LogoA. Yintoni iTAAC?

iTokologo African Anarchist Collective yindibaniso ye zimvo ezidityaniswe phantsi kwe anarchist kunye nabantu abavumelana, abaxhasa umhlanhlandlela nezimvo ze anarchism. Abanje nga abahlali kunye nabasebenzi. Ifuna ukukdibanisa rhoqo ukufundisa kunye nokusebenzela ukusaphaza imfundiso phakathi kwabasebenzi abahlala eMzansi Afrika.

Injongo yezizimvo ku kuthatha inxaxheba ekwakheni indlela e za nenguquko kunye nombutho o xhasa inguquko e za ku ba namandla o kulwa nokwahlula ukuphathwa gadalala. Okukungenzeka ngoku phakanyiswa kwenkuleleko yabantu abasezingeni labasebenzi kunye nokuziphendulela.

B. Izimisele ukwenzantoni iTAAC?

Amalungu a dibana xhoqo ngendibano yabantu kanye ngenyanga ukwenzela ukuxoxa – inxoxo mpikiswano mayelana nezimvo ze-anarchist. Amalungu a dibana ngokufunda ngomphakhathi nendlela zokwazi ukudibanisa abantu nabasebenzi. Amalungu a dibana ngokuhambisa inqubo zeTAAC. Ukudibanisa nokuqhu bekesisa abahlali njengo mphakhathi osezingeni lokusebenza, nge-workshop. Ekwakheni nasekusasazeni imfundiso ejongene nomsebenzi weTAAC kunye ne-anarchism (lemfundiso iyafakelela ayichaswanga kwiTAAC qha-Tshirt.

C. Siyenzela ntoni lento?

iTAAC ifuna ukukhulisa ulwazi nge-anarchism. Izimvo, amacebo, nendlela kwabaphila bedibaniswa kwabasebenzi namahlwemphu kwibahlali eMzansi Afrika.

iTAAC ifuna ukudibanisa i-activist kunye nomphakathi mayelana nezimvo, indlela, amacebo e-anarchist.

iTAAC ifuna ukwakha umtsalane ukuze abantu bayiseke iTAAC. iTAAC ifuna ukuvuselela amandla okukhwawulezela ixhiso kwizinga eliphezulu malunga nokuxhatyazwa kwemphakathi. Enye indlela efuna ukuqhubeka nokuthethisana ngemibutho enomdlandla.

D. Ngubani onelungelo lokuzimanya neTAAC?

Amalungu kwiTAAC ayivulelwanga wonke ubani ngokwesilelo. Amalungu ngaBantu ekumele bafundise ngenjongo ze-anarchism. Abafuna ukuzimanya nolombutho kumele bazingenjongo yeTAAC, nangendlela yokufundisa abanye abantu. iTAAC ifuna ukukhulisa ulwazi komnye, nomye umntu ngamnye malunga neTAAC. Ekwenzeni oku umntu ngamnye a phelele ngolwazi nezimvo zeTAAC. Indlela nokuzinekela ekuzimanyeni neTAAC.

Imembership inikwa umntu ngesivumelano nesigqibo sendlu iphela. Azakukhankanya:

  1. Ilungu elithathe inxaxheba kwi-workshop. Okanye ilungu elifuna ukuqheba nomdla nemfundo ye-anarchist zicalulwa yiTAAC;
  2. Abantu bamemelwa ekuthathweni kwenxaxheba kwimfundiso e sele iqhubeka umqwema welungu ngalinye elinomqweno wokuzimanya xa ethe maphakanyiswa kukweneliseka kweAPS.

Imembership ivulelwe njengama-anarchist. Kodwa ke imembership inikezwa abobanombono mnye nezimvo zeTAAC. Amalungu azibopha ekusasazeni umbono ze-anarchism ubasebenzi kumahlwempu determine collective TAAC.

E. Ngubani othatha izigqibo kwiTAAC?

Zonke iTAAC izigqibo ekuvunyelenwe ngazo kwindibano yenyanga kumalungu. Kwezi ndibano kukhutshwa umyalelo mayelana nezigqibo ngokugatsa.

Ezizigqibo nomyalelo wenzeka ngesivumelano sawo wonke umntu ekupheleni kwenyanga.

iTAAC ikhetha indlela encinane edityanelweyo ngomsebenzi okhethiweyo (umsekelo).

Iqumxhu labahlalutyi. Ezindibaniselo yigqitsa kwindibano yenyanga. Ezizigqibo zizaku khankanywa ngokwemisebenzi yazo. Ezindibaniselo maziphendulelwe kumalungu onke.

Ezizigqibo, nemiselo kumele zibe phantsi komyalelo ekugqutyweni ngamalungu ngempela nyanga. Ezindibano kumele ziphinde zaziswe emva kwakhona amalungweni ayo ngenyanga. Ngokunikela kwimiyalelo kunye nezigqibo ezidtyanelweyo.